Joza Electrical

Joza Electrical Electrical House Wiring, Maintenance & Repair Services. Proudly LOCAL business.

11/05/2021

For ukutyhubhisha
Ukufakela izibane ezintsha
Ukufakela ii plug ebezimoshakele
Lets grow local businesses
Enkosi

16/01/2021

JOZA ELECTRICAL
iyasebenza

Send a message to learn more

We install Geysers
23/12/2020

We install Geysers

distribution-board
23/12/2020

distribution-board

21/12/2020
21/12/2020

Xa unengxaki ne box le yofaka umbane, maybe ii numbers azicofeki, fownela umaspala wombane kule number 046 603 6161

21/12/2020
19/12/2020

Bahlali abalungileyo base Makhanda, ndicela inkuthazo yenu ngokuba nindixhase kweli shishini lethu, i JOZA ELECRICAL.

Siya tyhubhisha, sifakela ii stoves, ii plugs nezibane zendlu.

Sinomdla kakhulu siyi JOZA ELECTRICAL ukuzebenzisana singabahlali base MAKHANDA ukuze sibuyise idolophu yethu ezandleni zethu ngokuxhasana kula mashishini asekuhlaleni.

ENKOSI.
Isuka kumphathi,
Buntu Baninzi

Address

42 Ext 5, Joza, Makhanda
Grahamstown

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Tuesday 08:00 - 17:00
Wednesday 08:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00

Telephone

+27796208126

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Joza Electrical posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Joza Electrical:

Share